Hamba by Mbasa Qoto

Mbasa Qoto | Oct 30th, 2013 | a poem a day challenge, poetry | No Comments

Poem

Hamba nangoku
Andisakhathali ngawe
Ndiyaxoka
Ndisakuthanda
Kodwa iingcinga zam ziyakhalaza
Ndikulilele
Ndikucingele
Ndithandazile ku Bawo
Ndikughuqele
Mtanomtu
HAMBA
Apho uyakhona uzondicinga
Hai anditsho uba buya
Hamba uye kwaba ba ngchono
Kodwa ngenye imini obubuhlungu undi phathele bona
Buzokufikele buku bulale
Nxese xaliza eloxesha
Hai ungali xheshi
kodwa okwanguku subuya
Sujika
Suphika
Hamba

Poet Bio

Mbasa Qoto is a Xhosa female poet 18 years of age from East London currently living in Joburg. A writer, poet, actress .. She is ART.

Click to rate this post!
[Total: 14 Average: 3.8]
(Visited 212 times, 1 visits today)
%d bloggers like this: